Kusesekuseni pha ngo 10:13am amaxesha. Intokazi enguThembela iyavuka,
iqale ijonge iphone yayo. Ifike kugcwele yimiyalezo ku whatsapp, iqalw
iqwalasele le ingxamisekileyo, iphendule. Eminye imiyalezo iyigqitha
nje, makube yayingacacanga. Wawungekho kodwa ovela kuMpumezo!
Yamtyhafisa ke lonto kodwa kucaca nje mhlophe ukuba ebnqwenela ukuqala
usuku ngomyalezo ovela kwinkosi yakhe ayithanda
kunene. Waqubula ibrash yokuhlamba umlomo, wafaka intlama yokucoca
amazinyo, wathatha ijagi waya phande etepini. Ndiyabona intombi enkulu
yaziqaphela sekungapha ukuba upresekile ngumchamo, wagqwidiza ukuya
emnyangweni wangasese ukuya kuchama kuqala. Akugqiba, wama ngase tepini
ke, waxukuxa. Akugqiba wakh'amanzi ngalajagi, wawagalela ekomini,
walanda izinto zokuhlamba ubuso, wabuva!
Kungene umyalezo
kuWhatsapp, yabe sele ithambisa intokazi izimamarisha ke ngento zakhona
ubuzo obu. Wawuvela kuLindelwa umyalezo lowo;
“Ncekukazi, ndisendleleni eza apho kuwe. Andiphangelanga ke namhlanje, ndiyathemba ke ukuba sele uvukile! Ndiyeza!”
Yayinga angaphendula uThembela, athi; Hayi sukuza apha ekhaya andikho! Ntonje wabethwa lelagama lithi ndisendleleni.
Wasose waplaga ke amanzi okuvasa izitya zaphezolo, wazileqa ke zona
ukuziqhatha nje oku, inga uzisusa nje amafutha alapens ubutyiwa phezolo
apho kokwabo. Wafika ke obezibikile! Wasole wamenzela amanzi ashushu
ukuba abe elibazisa, wabe ephunga omnye.
Lindelwa: “Ndithunywe ngumfundisi ukuba ndizokulanda”
Thembela: “Uzondilanda? Siyaphi? Ha.a ndisezoklina mna apha ekakhaya”
Lindelwa: “Kumele kucociwe kaloku pha ententeni oomfundisi nabo baphayana balungisa intente”
Thembeal: “Itheni intente leyo yalungiswa?”
Lindelwa: “Caba umoya uphantse wayiwisa kaloku phezolo, ngoku bayalilungisa. Masambe kaloku”
Thembela: “Kulungile! Yima ke ndinxibe iskeyt sam sejean, ndikhulule le pijama”
Wahamba wayojikela ekamerweni uThembela. Wafika, wakhulula ezopijama,
wanxiba ipeynti, iboots, iskeyt sejini esifutshane, iskipa, kunye nejezi
ngentla. Wothula lapeytihose alala ngayo, ide inoontshontsho ke lonto,
wazilungisa iinwele ke ezi zifakelwayo ke.
Basendleleni!
Ekufikeni kwabo ententeni. Yabe iliphela lika mfundisi qha elime
ngaphandle. Ekunye nomfananyana ekucaca nje lo ubizwe nje ezidlulela
ukuba azoncedisa. Waphiwa ke lomfana iR20 engu ENKOSI! Wayibetha! Zaqala
ke zaqukeza ezintombi zombini, zitshayela. Kwekh! Inkulu ke nalo ntente
(6 poles) and igcwala ithi qhu xa sele kucaciwe ngamarhamente.
Mfundisi: “Lindelwa!”
Lindelwa: “Tata”
Mpundisi: “Ndicela wena ube ukhwela iphela, uyokuthenga iimvlop
zezishumi pha ePlazza ePhilippi. Ukhangele nento yokutya nesiselo, ukuze
ningalambi. USizeka usendleleni so akuzuhlala yedwa uThembela”
Lindelwa: “Kulungile tata”
Waye wahamba ke uLindelwa. Yashiyeka yodwa le yaseThembela nendoda
enkulu omnye etshayela ngapha, omnye echophe esitulweni seplastiki,
ebukele lamathanga aphambi kwakhe. Wayemane ebheka-bheka, ephatha
kujonga phandle akugqiba ajonge lomntwana umile kauhle uphambi kwakhe.
Aphathe kubeka umlenze phezu komnye, awutshintshe, acuphe ukuhlala oku
esitulweni, abe bulala, aphathe kufaka izandla phakathi kwemilenze.
Kwenzeka ntoni ngoku kwindoda ka Thixo?
Yona intombi ayimnakanga, iziculela uI DON'T CARE wengoma yayo ayinangxaki.
Mfundisi: “Thembela!”
Suke wayinyusa ingoma umntwana kucaca nje mhlophe ke phofu uyivile le ndoda ka Thixo imbiza kodwa wazixelela ngodukisa...!
Mfundisi: (Ebugadlela ukukhwaza oku) “Thembela ndiyakubiza! Akundiva?”
Thembela : (Ezothikisa) “Baby? Yhooo! Mfundisi? Uxolo!”
Yamkhweba lendedeba yakulo Yesu ingamjonganga kodwa ijonge phandle.
Wayiyeke nale ebexakeke yiyo uThembela wasondela. Yamcela lendoda ukuba
ahlale apha phezu kwayo, nayo ayabe iqondisisa intombi, yahlala. Senyuka
ke neso sikeyti mfondini, suke saveza kanye nezindawo zimhlophe
kunezinye apha ethangeni. Umniniso naye akasinaka.
Mfundisi: “Kutheni udukisa xa ndikubizayo ngoku nana?”
Utsho urheme sele emane ebrasha-bhrasha amathanga alentombi. Nayo phofu
isose yahlala ngokunga ivulela iinkomo zikayise ziphume eentlantini
zakokwayo. Wawungayibona mfondini iKanana yakuloMozizi mfondini xa
wawunokuchopha apha phambi kwayo.
Thembela: “Bendingakuva kaloku nje baby! Yhooo hay'maaaan! Mfundisi!”
Mfundisi: “Undibiza kamnandi maaaan xa usithi 'baby' khaphinde futhi...!”
Thembela: “Ha! Ha! Ha! Ha.a! Kumele ndiziqhelise kaloku eli lika tata
okanye, ndosuka ndibhude phakathi kwabantu! Ha.ana sukundinyusa iskeyt
torho! Ba kungangena umntu apha!?”
Mfundisi: “Akhomntu unongena maaaarn!”
Thembela: “Ubungathi uSizeka uyeza nha?”
Mfundisi: “Ha.a! Bendigxotha lo uzenza kleva, nam bendifuna ke ndibe nethuba nawe! Ndiyakukhumbula Thembie”
Sele esifake saphelela ngaphantsi kwe peynti yentombi umfo wakwaThixo.
Iqwela intombi ide ingathi ingxathile ukuhlala oku, inga ingahlala
itwetwe nantsika! Esinye isandla sele sifuthuza phakathi kwamabele
ngaphantsi kwesikipa. Ayingombono oncumisayo kodwa lo. Kodwa kubaniniwo
kweeeeewwwwwuuuuuuuuu! Bangakubulala! Umfundisi wayegobe umqolo ingathi
yibhokhwe etyelwe itakane ngudyakalashe, iminwe emibini eyifake
yaphelela ebunantsikeni bukaThembela...!
Thembela:
(Engasakwazi nokuthetha kakuhle oku) “Ha.ana! Ndicela siyake! Eish!
Mmmmh! Pheza ngoku! AaaaaaaAh! Yhu! Phe e e e za! AaaaaAAAAaaaaAAAH!!!!
Mfundisi: (Sede wasisitshotho ngoku umfo omkhulu) “Ima! Ima! Ima! Ndizothi nje kancinci! Ima!”
Yatsho ikhulula ibhanti layo lanto sekucaca nje ukuba ayisakwazi
nokuzibamba oku! Yamhlalisa apha phezu kwayo uThembela inga ufunqulekile
apha kuyo, kwekh, yanga ngathi uyaxhuzula umfo omkhulu, eyiqinise
selentombi, eyibambe nomlomo ze ingangxoli...!
Lomlo wathatha nje imizuzu emibini enesiqingatha...
Kwathi besa....!
#DOUO
No comments:
Post a Comment