It was now 00:50
Mpumezo and Thembela safely arived home
and they were tired as hell from running. Thembela was shocked of
what just happened, she was all shaking and breathing heavely. She
couldn't stand long, her knees were shaking, her hand shaking and she
was in tears.
Thembela: “Ndicela amanzi”
Mpumezo: (Getting her water) “Are you
ok?”
Thembela: “How can you ask mes that
kind of a question! No! I am not Ok!”
Mpumezo: (Giving her a glass of water)
“You'd be fine. You'll see”
Thembela: “I wanna sleep! Can you
organise hot water for me, please. I wanna take a warm bath before I
sleep”
Mpumezo: “Cetainly...!”
Waphakama and plugged the a jug-kettle
and garthered other items that Thembela will use to wash herself.
Wabeka ikom namanzi okuxuba and wabeka isikipa esimdaka for Thembela
to step on it xa ephuma ekomini. Water was now ready and he poured
them ekomini.
Mpumezo: “Alungile amanzi”
Thembela: “Enkosi”
UThembela akakhange ahlambe imini
yonke. Ukuhlamba yena ugqibele izolo elinye. Ukwalele nomfundisi
enjalo. Wakhulula apha ngentla, waqalisa ukuhlamba. UMpumezo yena
wathath ifowuni yakhe le ebeyishiye etshajeni, mwaya nayo ebhedini.
Wavula iingubo kakuhle ngocoselelo, wakhulula naye, wangena
ezingubeni eze. Ewe, waye eze enganxibanga nix.
Wajonga iphone yakhe wafika imiyalezo
imininzi evela kuWhatsApp, kunye nee-missed calls kodwa ukhawulezile
wayokuhoya ezika WhatsApp, wafika kukho nalo;
Bonisa: (WhatsApp) “Ndiyakuzonda
shame! Ukundihambisa ndodwa ebusuku! Ndikhuthuziwe ke! Uza kundibona
ke kusasa! Ndidumbile! Ndinayo nemikrwelo! Ithathiwe nalomali
ubundinike yina! Kusinde nje iphone yam, kuba nayo bendiyifihle
kusisi. Kucacile ukuba ubungandithandi Mpumezo. Qha ubufuna nje
ukundilala wogqiba ungandihoyi. Kwaba ukwazi ukundiyeka ndihambe
ndodwa, i mean you planned that to happen. Ubufuna ndife nhe? Ulate
ke bhuti and andizokuyibhatala mna lomali yakho, ixuthiwe kaloku and
andizuphangela mna ngomso. Caba ubufuna ndivelelwe yingxaki bhuti
nhe? Yenzekile ke le ubuyinqwenela! Nokuba bendifile...!”
Wavele wabanda at that point in time
uMpumezo. Suke wothuka! What if somethin bad did happen to her? What
if she was raped or killed? Wazibuza ukuba ingaba usenayo na ichance
noBonisa after what happenned? Iingcingane zakhe zaphazanyiswa
nguThembela;
Thembela: “Ayikho ivaselina?”
Mpumezo: “Ha.a! Yilo clare yodwa
endinayo”
Thembela: “Ndifuna ukuthambisa apha
phakwathi kwamathanga, ndityabukile and ndiyamensa”
Mpumezo: “Uyamensa?”
Thembela: “Ewe! Liyandicaphukisa ke
tana! Alipheli!”
Mpumezo: “Kutheni ungatsho ke ngoku
ukuba useslarheni?”
Thembela: “Andiqondanga ukuba
bekumele ndikuxelele gqirha! Ikhana indgaxaki?”
Mpumezo: “Ayikho! Kodwa asoze
ndingazumi mna ngenxa yalonto”
Thembela: “Hay! Sukungcola!”
Mpumezo: “Ndiyakukhumbula mna
Thembela!”
Thembela: “Nam kaloku! Qha leligazi
eli mfondini!”
Mpumezo: “Andinaxesha lagazi mna”
Thembela: Alizuphela ke xa unditya ndi
nje! And kaloku obu bubumdaka, buyaphuma!”
Mpumezo: “Andixesha lalonto mna”
Thembela: “Ha.a wena! Andikho
nasemdleni ke xelele! Ndidiniwe ndifuna ukulala! Kaloku oko
besisebenza ententeni mfondini. Umfundisi undisebenzisile one
namhlanje! Phinde ndothuswe yile iphantse yenzeka! Inoba that's even
why eligazi ligxaza kangaka”
Wayengamensi uThembela. Kodwa
wayengafuni ize ivele kuMpumezo ukuba uke walala nenye indoda.
Wazimisela ukuzuliswa de ahambe kusasa, nangona eyazi ukuba uMpumezo
uyazazi iindawo achukunyiswa kuzo ze abe semdleni. Kanti
wayezilungiselele; akuyazi ukuba uMpumezo was on his way to pick
her-up, she was about to take a bath. Wakhawuleza wakhangela ipad kwi
bag yakhe yasegxeni, waya nayo ekhitshini, wakhangela itomato source,
wayithi quba kancinci apha kwi pad. Wayilungisa ke ngomnywe! Wabuyela
egumbini lakhe lokulala, wogqiba walayita i-hairdrier yakhe, wayenza
shushu ze washushubeza ngayo elagazi letumato sos, lahlala ncwam.
Wawunokugqiba ukuba lilo. Ubaleka le kamfundisi into.
UMpumezo wayebukele ukumila kwalentombi
ngoku ahleli kulabhedi. Wayepakishe imiqamelelo yakhe engqiyame
kamndana. Wayenabile kodwa ebuchophe ngempundu apha ebhedini.
Wayedlala ngomqwathi wakhe inga uthi khawude ugqibe ntombazana
ndiyafa yindlala. Wayemana eluma lomnyheke ungezantsi, ancume kanye
xa athobayo uThembela ukufaka itowel wamanzini eyicikica! Kwekh!
Ngumbono omhle kuye lo! Ngelingeni yagqiba intombi; themba mqala
waginya...!
Thembela: “Ikhona ikhondom? Andifun
ukukugulisa mna! Iwes bubumdaka obu buphumayo! Uzogula Mpumezo!”
Mpumezo: “Andinazo iikhondoms mna!
Yima ndithathe itowell enkulu ndiyondlale apha phezu kweshiti”
Wacingela ngaphakathi umfo omkhulu
ngoku agunhulula lento ayifunayo. Sekucaca phofu ukuba ungxamele uya
ebhedini.
“UThixo kodwa uyabonelela! Ndiphoswe
zintaka ezimbini izolo oku, ndakhonza kakubi ndirhala, andakwazi
ulala ngenxa kaBonisa. Ngoku ndizoyitya noba imdaka rhaaaaaaa”
Waphuma emandlalwe umfo sele izinto
zidubule zikhomba indlela ukuba iya ngaphi. NoThembela wathi krwaqu
wogqiba wacimela.
Sime apho...! Sakubonana kwixesha
elizayo
No comments:
Post a Comment