Monday 7 October 2013

Scene #2.1


UBonisa wema phambi kwendoda , eyixelela ukuba ayihambi. Ayiyi ndawo! Yena uze kuyo apha endlini and yena ufuna ulala kwaye akuzulala yedwa, phofu engazulala nabantu ababini eqhele ukulala nomtu omnye. Watsla ezangubo zither saa phantsi, wakhupha ishiti, wavuthulula iingubo, walijula endodeni eloshiti, kucaca phofu ukuba uyonyanya kwa ukulibamba oku. Wayondlula ibhedi kakuhle, wogqiba wakhulula, wema bhrutsu. Ha! Ha! Ha! Ewe, wema nqunu. Wangena emandlalweni.
Bonisa: “Indoda yam mayizolala nam! Omnye asiphe igumbi ke!”
Wazitsala iingubo wagquma nje amabele la, warhola iphone yakhe. Wangena ku-WhatsApp;
Bonisa: (WhatsApp) “Ndiyakuzonda shame! Ukundihambisa ndodwa ebusuku! Ndikhuthuziwe ke! Uza kundibona ke kusasa! Ndidumbile! Ndinayo nemikrwelo! Ithathiwe nalomali ubundinike yina! Kusinde nje iphone yam, kuba nayo bendiyifihle kusisi. Kucacile ukuba ubungandithandi Mpumezo. Qha ubufuna nje ukundilala wogqiba ungandihoyi. Kwaba ukwazi ukundiyeka ndihambe ndodwa, i mean you planned that to happen. Ubufuna ndife nhe? Ulate ke bhuti and andizokuyibhatala mna lomali yakho, ixuthiwe kaloku and andizuphangela mna ngomso. Caba ubufuna ndivelelwe yingxaki bhuti nhe? Yenzekile ke le ubuyinqwenela! Nokuba bendifile...!”
Sityhilelo: “Ndicela silaleni sonke coz azikho ezinye iingubo Bonisa for alale ngazo uNolitha and akho ndawo yolala, akho kwaseti kulehoki. Uzohamba kusasa. Ndiyakucela Baby torho”
Bonisa: “Wethu! Ungalinge undingxolele ngoNyonyitha mna! Yizolala undibambe ngolwahlobo uqhele ule, unditye ngolwahlobo uqhele ulenza, andizuyimela le yoguqukela ebeleni ndibe ndiqhele ukungqubeka endodeni ke mna! Ihule maliphume ligoduke okanye liye kweyalo indoda. Yiza Sityhilelo”
Nolitha: “Hay! Ambolala nomntu wakho mfondini. Ndizohlala kulendawo de kuse, ndizozihambela”
Wangena ezingubeni uSityhilelo yabe imzele ngomva letsheri yakhe icofana nephone yakho ingamnakanga. Ngelingeni yaguquka;
Sityhilelo: “Ndicela silale nomye Bonie joh, kuyabanda kaloku! And ebeyothathwa ndimkokwabo joh! Ndak’cela love”
Bonisa: “Qale undiphe! Ubulele naye nge condom k’qala?”
Styhilelo: “Azikho nana, senze nje! Kodwa uclean naye love, akaguli and that makes us safe too, don’t worry”
Bonisa: “Iza ke! Khwela! Iza! Ima, umqamelelo! Heke! Iza ke”
Sityhilelo: “Hay’bo! Njalo nje? Omnye umnwana? Hay’bo jo!”
Bonisa: “FUTSEK MAAARN! Uyenza okanye? Hay’sundiqhela kakubi jo! YENZA”
Wakhwela ke nomnye wenza le ayithunyiweyo. Wangxola ke nomnye oku komntu onesigqezu. I mean, yayingekho ingxolisa and akazange wangxola ngaphambili xa benzanayo. Kodwa namhlanje kwakubhideke kwa umfana, sede warhola amerho phezu kwentombi. Engazazi nokuba makavuye kuba eyipha kamnandi lentombi, okanye sisigqezu sokuqhayisa nha eso nha. Suke wazikhaba uBonisa ezongubo. Kwavela amagqengeza eempundu zabo bobabini mfondini. Wayixhoma apha ke imilenze yakhe usisiza, ebambe impundwana ezintseke-ntseke zika Sityhilelo, ezazilwatshu-lwatshuza ke nazo. Zisihla zinyuka zixela amaze olwandle, okanye zixela umfinya wegeza xa kubanda. Kwekh! Loongxolo ke!
Usizana olunguNolitha nkosi yam, lwaluthe shwace pha ekoneni yehoki, ethe thoce esitulweni. Wayefake iiearphones zakhe inge umamele umculo. Umane eqethukisa intloko ke umamakho inga akanakanga, kodwa izithonga shame wayeziva and umntu ke unayo imithambo. Wayebonakala ngomane etshintsha indawo yokuhlala ukuba uva zona. Kaloku, kanti naglo lonke elixesha ahleli pha, uyishicilela yonke lento. Yemadoda! Uyayifoto ixesha eli lonke. Yhuuuuuuuuuwwwwwwwhhhhhhiiiiiiiii!
Wenza sure ukuba uyabakhupha ubuso babo bobabini. Njembekrabalaza imilenze omnye lo, nanko evele wonke kwivideo kwaye iphume kakuhle naloomshicilelo. Yho! Kazi ucinge ntoni loNolitha? Uzakuyithini ke? Ayithini bethu? Kazi ayikokungcola nha oku akucingayo uNolitha ngoBonisa!
Sityhilelo: “Baby! Ndichithile ngoku! Ndiphelelwa ngamandla! Ndiyehla! Ay...!”
Bonisa: “Hay yikaka ke leyo ke! Andikoneli kemna! Caba elivrawutsha likugqibile! Awugqibanga ne 5 minutes le? Andikoneli mna bhuti! Iza! Yenza! Ukuba ayifuki, izovuka ngenkani! Tshona khona! Yenza bhuti!”
Wazama shem ukucosela umfana wabantu kodwa kungalungi. Kodwa esi sikhalo sengxolo kaBonisa sasidika shame, i mean, ungxolela ntoni? Usenzile kaloku i-statement kaloku and so what?
Ucinga ayithini iVideo uNolitha? Inguwe lowa waye kulameko ubunokwenzani?


Sime apho...!


#DOUO

No comments:

Post a Comment